ngubani lo
tyhini  nguLucy !
Yangumhlabeleli
Eselachitheka
Uyatyapha
ElisisiTshangana
Ababhengezi
Wakuqala
Lentambula
nagama limbi
kwiminyhadala
wazimanya
nomsasazi kamabonakude
waseka
iindlavini
liguqulelwe
Phendula le mibuzo ilandelayo
Wayefunda phi 
Wayesenza ntoni kwiqela lakhe
Kusemva kweenyanga ezingaphi egqibe ekubeni abe yedwa
Ingaba ucula ngesiXhosa? (Ewe okanye hayi)
Mingaphi iminyaka 
Waqala phi uKucula 
Wacula neliphi iqela kwaye laba yintoni igama lelo qela emva koko
Lalidlala phi eli qela
Wazimanya nabani  uLucy  kwaye wenza ntoni emva koko
Yintoni igama lecwecwe lakhe kwaye eli cwecwe lithetha ngantoni

